Inombolo Yokubanga: ...
UMTHETHO WEMBUYEKEZO WENGOZI NEZIFO EMSEBENZINI ,1993
Nceda unike incaza ngokuchanekileyo isimo selihlo(samehlo) ubonakalise kulemizobo ingezantsi iziphumo zengozi kwinkangeleko yelihlo(ma).
Kunene Khohlo
Ngokombono (lwazi) lwakho ingaba ukusetyenziswa kwee ndondo kuye kwanyanzeleka emva kwengozi(ngenxa yengozi)? ...
Ukuba ubukhali beliso buyalungiseka ngokusebenzisa iindondo ,kodwa awasebenzisa iindodo,nceda ucele izizathu(isi).
Ingaba kukhona uqhaqho olwenziweyo ? Ukuba lukhona chaza uhlobo neziphumo...
a. Ingaba umsebenzi ebekulungele nini ukubuyela emsebenzini? ...
b. Ngowuphi umhla azakubuyela ngawo emsebenzini? ...
Ingaba kukhona ukulahleka kwamandla okubona? EWE/HAYI Ukuba kukhona nceda ubalule ipersenti yokulahleka
Kunene Khohlo
Ingaba kukho ukulahleka kwentshukumo lwelihlo? EWE/HAYIVukuba kukhona nceda uphawule:
Ukubona kabini kumbindi weqondo 20 lokubona.
Ukubona kabini ngaphandle kweqondo 20 lokubona.
Ukubona kabini ngaphandle kombindi weqondo 20 lokubona, kodwa ujonge ezantsi..
UPHAWU LWENGCALI YAMEHLO UMHLA
Igama (libhaliwe) ...
